amapleya

zahara

andithandi ukulwa

ndifuna uxolo nokuthula

khuluma. ub'andenzi kak'hle

uzondi loos

ulokhu usihla wenyuka

ndiyahamba

ndikhathele nguwe

soloko ndinawe ndikhala imihla nezolo

uyandikhathaza uhamba ubuye nenxolo

soloko ndinawe ndikhala imihla nezolo

uyandikhwaza uthetha ngathi and'nagqondo

uma ulisoka

no! ah ah

i don't want you

and'wafuni amasoka

no! ah ah

i don't want you

andithandi ukulwa

ndifuna uxolo nokuthula

khuluma. ub'andenzi kak'hle

uzondi loos

ulokhu usihla wenyuka

ndiyahamba

ndikhathele nguwe

soloko ndinawe ndikhala imihla nezolo

uyandikhathaza uhamba ubuye nenxolo

soloko ndinawe ndikhala imihla nezolo

uyandikhwaza uthetha ngathi and'nagqondo

uma uyipleya

no! ah ah

i don't want you

and'wafuni amapleya

no! ah ah

i don't want you

uma uyipleya

no! ah ah

i don't want you

and'wafuni amapleya

no! ah ah

i don't want you