buyela kum

Singer:amanda black

andikwaz'ukulala ndicingana nawe

uzobuya nini?

i need to hear your voice eb'suku nemini

baby wam'!

ndithanda wena wedwa'

'theni ungafun'uk'thanda mina ndedwa

i need to feel you close to me

cause i can't breathe without you

sthandwa sam'

bambo lwam'

why undenza so

'theni undenza so

ndifun'ukuhlala ndingowakho

ooh sthandwa sam

bambo lami

why undenza so

then'undenza so oh

ndifun'ukuhlala ndingowakho

buyela kum'

buyela kum' sthandwa

nhliziyo yam'

ifuna wena

ooh noma awundithandi

ndizokuthanda

kuze kuyovalwa wena lovey waam'

time and time again

ndimana ndikhubeka

andimfun' omunye

ngaphandle kwakho

kodwa nd'yahluleka

wen'uyabaleka

you don't love me like i love you baby baby

mna ndifuna wena

wen'ufunomunye. sthandwa sam'

bambo lwam'

why undenza so

'theni undenza so

ndifun'ukuhlala ndingowakho

ooh sthandwa sam

bambo lwami

why undenza so

then'undenza so oh

ndifun'ukuhlala ndingowakho

buyela kum'

buyela kum' sthandwa

nhliziyo yam'

ifuna wena

ooh noma awundithandi

ndizokuthanda

kuze kuyovalwa wena lovey waam'

why you makin' me so crazy

wen' uyand'phambanisa

hlal'und'phazamisa

dlala ngenhliziyo yam'

tell me what i gotta do

phila ngaphandle kwakho and'cingi tu

why you makin' me so crazy

wen' uyand'phambanisa

hlal'und'phazamisa

dlala ngenhliziyo yam'

tell me what i gotta do

to be with you

buyela kum'

buyela kum' sthandwa

ntliziyo yam'

ifuna wena

ooh noma awundithandi

ndizokuthanda

kuze kuyovalwa wena lovey waam'