imoto

mlindo the vocalist

imoto uma imile

uma imile

ayikhonkothwa nezizinja

oh

nazizinja

kodwa uma imile

uma imile

zikhonkotha ehambayo

oh

ehambayo

yona imoto uma imile

uma imile

ayikhonkothwa nezizinja

oh

nazizinja

kodwa uma imile

uma imile

zikhonkotha ehambayo

oh

ehambayo

baba somandla

we mdali wami

uzundandilahl'

ndicel' und'vikele

abant' bangise ekholweni lam'

balahl' ukholo lwam'

bafuna ndihambe iindlela zabo

bafuna ndisuke kuwe

baba somandla

we mdali wami

uzundandilahl'

ndicel' und'vikele

abant' bangise ekholweni lam'

balahl' ukholo lwam'

bafuna ndihambe iindlela zabo

bafuna ndisuke kuwe

mna ndiyaz'phantela

ndiyaz'phantela

ang'natwa

ndizamela impilo wami

ndizamela abantwana basekhaya

bantwana basekhaya

ndifuna bakhule be-flex-a

oh

bakhule be-flex-a

yah

ndifuna udot afund' e-multiracial school

afund' e-multiracial school

ahambe ngezimoto ezithandwa nguye

oh

ezithandwa nguye

varsity

intwana yam' ifike ihamba ngetransi

ifike ngetransi

ne-o'lady ngithengele itransi

something like itrans

baya- baya- bayandizonda

band'zonda ngingenatwa

andazi masengihlanganise kahle bazokwenzekani

ah

'shuthi khon' into abay'bonayo

kodwa uma imile

uma imile

zikhonkotha ehambayo

oh

ehambayo

baba somandla

we mdali wami

uzundandilahl'

ndicel' und'vikele

abant' bangise ekholweni lam'

balahl' ukholo lwam'

bafuna ndihambe iindlela zabo

bafuna ndisuke kuwe

we mdali wami

we somandla

ndicel' und'vikele

uzundandilahl'

bandisus' okholweni lwakho

bandisuso- uh

bafuna ndihambe iindlela zabo

iindlela zabo zobumnyama

Full Lyrics: imoto - mlindo the vocalist