zahara
ndashiy' izinto zam
ndashiy' abazali bam
ndikhangelana nobomi bam
mmm
impil' inzima
ifun' abomrleleyo
batsh' abadala
ifun' abomelelyo
ndatshintsha-tshintsh' umqondo wam
awu! kuya le nalena
vula ingqondo yami
vula amehlo wami
ndamane ndenje nje
ndifeze ke