inameva

zahara

inameva

iyahlaba

ndincede

inameva

iyahlaba

ndizoguqa ndithandaze

inameva

iyahlaba

ndincede

inameva

iyahlaba

nokuba le ndlel' imxinwa

likhon' ithuba lam

lokuthubeleza ndizofika

ubom bethu bahlukile

kodwa ikhon' indawo esidibana kuyo

inameva

iyahlaba

ndincede

inameva

iyahlaba

ndizoguqa ndithandaze

inameva

iyahlaba

ndincede

inameva

iyahlaba

val' amehlo akho

ujonge ngentliziyo yakho

siyafana

sifun' intw' enye

sifun' ukuphila

zungandivaleli ithuba lam

nelakho liyeza

kukh' induli eluhlaza engabiyelwanga

inameva

iyahlaba

ndincede

inameva

iyahlaba

ndizoguqa ndithandaze

inameva

iyahlaba

ndincede

inameva

iyahlaba

mna ndimthembile

umdali wezulu nomhlaba

ngoba wasinika ubukhosi

mna ndimthembile

umdali wezulu nomhlaba

ngoba zonk' impendulo zikuye

inameva

iyahlaba

ndincede

inameva

iyahlaba

ndizoguqa ndithandaze

inameva

iyahlaba

ndincede

inameva

iyahlaba

ndizoguqa ndithandaze

inameva

iyahlaba

ndincede

inameva

iyahlaba

ndizoguqa ndithandaze

inameva

iyahlaba

ndincede

inameva

iyahlaba

ndizoguqa ndithandaze

ndizoguqa ndithandaze

ndizoguqa ndithandaze

ndizoguqa ndithandaze

ndizoguqa ndithandaze

inameva iyahlaba

Full Lyrics: inameva - zahara