ngeny'imini ndathi ndivuka
ndabona ayiveli kumama lena
xa ibingumama ngeyithe dear sana lwam
ithi andazi ndobuya nini na
mna ndifun'ubonisthandwa sam
mna ndifun'ubona isthandwa sam
mna ndifun'ubonisthandwa sam
mna ndifun'ubona isthandwa sam
ngeny'imini ndathi ndivuka
ndadibana nencwadi encane
ndabona ayiveli kumama lena
xa ibingumama ngeyithe dear sana lwam
ithi andazi ndobuya nini na
mna ndifun' ubon' isthandwa sam
mna ndifun'ubona isthandwa sam
mna ndifun'ubonisthandwa sam
mna ndifun'ubona isthandwa sam
moyo wangu unorwadza ndikakufunga
mudiwawangu dzoka iwe ai ndichakurinda
mna ndifun'ubonisthandwa sam
mna ndifun'ubona isthandwa sam
mna ndifun'ubonisthandwa sam
mna ndifun'ubona isthandwa sam
mna ndifun'ubonisthandwa sam
mna ndifun'ubona isthandwa sam
mna ndifun'ubonisthandwa sam
mna ndifun'ubona isthandwa sam