zahara
ngapha nangapha ndiv' amagama am
bayandibiza
ndiv' ingxolo
bebecinga ndizoyekelela
kodwa ndinethamsanqa
zonk' iintaba ziwela kum
kum
macala onke
kuyadidizela
ndivuke kubalel' engqondweni yam
ndipheth' intliziyo yam ngenzandla
kodw' ithemba lam likhona
kuzoba luhlaza ngomso
kuz' izaqhwithi
kuz' izivunguvungu
khawuleza khawuleza