zonke
latshon' ilanga
umhla nezolo
ungadubuye
imihla nezolo
ayudubuye
ndikwenzentoni na
ngoba undithembisile
wathi uzobuya ungcono
wena ngomso lam
uthe uzobuya ngomso
uzobuya ngomso
now what am i gonna do
ngoba ngomso lam
what am i to do
imini zami zigcwele ubumnyana
andifuni nokwuyiphetha ngoma ndiyaphambana
xa ndicinga abantabam'
nezithembiso zami
ndizothini na
ngoba ndijonge wena
kwe yambambezela
bendingazi nak' uqamb'amanga na
uhambo lwakho lundibangel' usizi
lundimangalide
andazi mandithini na
ubulithemba iam
ukumsenxiwili
ndisezincingeni
buya ngomso
dali uzobuya
eyi uzobuya
ngob' uzobuya
now what i am
what i am
what i am to do
uthe uzobuya
hayi uzobuya
oh what i am to do