ntombenhle

Singer:zahara

ntombenhle

ehlal'ezantsi

ntombenhle

ehlal'ezantsi

bathe betheza

kanti iizingcondo

bathe betheza

kanti iizingcondo

kudal' abafana bend'zulela

bendingqungela kulentaba

kudal' abafana bend'zulela

bendingqungela kulentaba

kudala bendibuza

ndihlelele ntoni kulentaba